Isolezwe lesiXhosa
Isolezwe lesiXhosa

Iindaba

Ibhaqwe izifihle eKZN inkosikazi ebandakanyeka ekubulaweni kukaDJ Warras

Iseluvalelweni eKZN nekulindeleke ukuba inikezelwe emapoliseni inkosikazi ebandakanyeka kwityala lokubulawa kukaDj…

Abongile Ginya

Kufuniswa ngendoda eyagqityelwa iyokulungisa umbane

Kufuniswa ngendoda yaseGqeberha eyagqityelwa iyokulungisa umbane eSalt Lake.

Abongile Ginya
Uzuzole Goqwana ongomnye wabarhanelwa abane ekubulaweni kukaZolani Tete.

UGoqwana ngumntu onobungozi, utsho umtshutshisi etyaleni likaZolani Tete

Umtshutshisi wombuso uxelele inkundla izizathu zokuba kutheni Uzuzole Goqwana noSinebhongo Qase kufuneka bangayinikwa…

Umbhali Wethu
UNosiviwe Mapisa-Nqakula uye wagula ngethuba enika ubungqina bakhe enkundleni ngoLwesithathu.

Inkxalabo ngempilo kaMapisa-Nqakula

UNosiviwe Mapisa-Nqakula uye wagula ngethuba enika ubungqina bakhe enkundleni ngoLwesithathu.

Cwayita Nondula
The elderly woman is 88 years old.

IBuffalo City Metro ikhalimela ukudlwengulwa nokubulawa kwexhegokazi (88) laseTsholomnqa

Ukudlwengulwa nokubulawa kwexhegokazi eTsholomnqa kubangele umsindo eluntwini.

Umbhali Wethu

UMbalula uthi akanalo ixesha labo bathi makagxothwe

Bafuna kugxothwe uNobhala Jikelele weANC abo babeka ityala kuye.

Sabelo Nsele

Indawo yokudada eginye iR18-million ayikasebenzi eGcuwa!

UMnquma Local Munipality uzama indlela yokulungisa ichibe elaginya izigidi.

Pedro Mapelo
Uzuzole Goqwana uvele enkundleni yaseMdantsane abekwe kuyo ityala lokuzama ukubulala namhlanje emini.

Abantu bacela ukukhululwa komtyholwa ophambili kwityala lokubulawa kukaZolani Tete

Kukho abantu abafuna Uzuzole Goqwana akhululwe.

Umbhali Wethu
UXolile Nqatha nguNobhala weSouth African Communist Party kwiphondo leMpuma Koloni.

UNqatha uthi soze iSACP izithathe kancinci iivoti zabantu baseMpuma Koloni

Kuphehlelelwe umqulu wezithembiso yiSACP ephondweni.

Pedro Mapelo
Usapho lakwaKlas: uNomvula Klas ongumama kaLwando ongasekhoyo, uNombuyiselo Klas ongumakazi kaLwando kwakunye nomalume kaLwando kwikhaya lakhe eliseLilyvale ngaphandle kwakuGompo City.

Inkosikazi ebizenza ugqirha ibulele obencumisana nayo

Oqhathe usapho ezenza ugqirha uhlabe wabulala indoda yakhe.

Abongile Ginya
Iphulo lamapolisa lokunciphisa ulwaphulomthetho libe yimpumelelo eMpuma Koloni.

Kubanjwe abarhanelwa abangaphezulu kwewaka eMpuma Koloni

Iphulo lamapolisa lokunciphisa ulwaphulomthetho libe yimpumelelo eMpuma Koloni.

I'solezwe lesiXhosa

Ifunyenwe inetyala intwazana eyantywilisela umntwana wabhubha

Ufunyenwe enetyala uNoluvuyo Sinyikatha waseMqanduli.

Abongile Ginya

Kuphandwa ubulawa kweNkosi nomama wayo kuGatyane

Bakhale esimantshiyane oomama bebona iNkosi idutyulwa phambi kwabo kwiKomkhulu.

Abongile Ginya

Ugwetywe ubomi uNesi wakuTsolo ofunyenwe enetyala lokubulala

OwayenguNesi ubulele omnye uNesi awayethanda naye kuTsolo.

Abongile Ginya

Isebe lezempilo lithenge inqwaba yeenqwelo zezigulane ePhondweni

Zizithili eziliqela ezifumene izithuthi ezitsha.

Pedro Mapelo
UMkhululi Dlevu ngumgqatswa ephakamise yena iEconomic Freedom Fighters (EFF) phambi kolonyulo loomasipala ekupheleni kwalo nyaka.

‘Votelani iEFF ukuze nifumane ubomi obungcono eBuffalo City’ - utsho uMkhululi Dlevu!

UMkhululi Dlevu uthi uzokukhulula abantu baseBuffalo City.

Pedro Mapelo

Bukani ubuhle bephondo lenu bantu baseMpuma Koloni, utsho uNonkqubela Pieters

Tyelela iphondo lakho, ubone ubuhle balo.

Pedro Mapelo
ObenguSekela Nqununu waseSinomonde Primary School kuGompo City uVuyokazi Gana enkundleni kuGompo City.

Gana: ‘Imali endiyaziyo ebendiyixhamla yeyenwele nenzipho, hayi eyohenyuzo’

UGana udize ukuba utshintsho legama lendlu ebeqeshise abantu kuyo noba lenzeke ngoku ebeseluvalelweni.

Abongile Ginya
Kuxhwilwe inkosikazi eLower Lufuta eCala kuba iphunyelwe zimali zikaRAF, abarhanelwa babanjiwe.

Kuxhwilwe inkosikazi yaseCala ephunyelwe zimali zikaRAF

Kuxhwilwe inkosikazi ilele kowayo kurontawuli kuba ineemali zikaRAF, babanjiwe abarhanelwa kwaNonesi Mall.

Abongile Ginya
Inikwe isilumkiso nguMantyi wakuKomani indoda esebenza kwaMasipala egrogrise abasenezi basesiphaza ngompu.

Unikwe isilumkiso umsebenzi wakwaMasipala ogrogrise abasebenzi ngompu

Ukhululwe ngesilumkiso umsebenzi wakwaMasipala kwidolphu yakuKomani owoyikise abasebenzi kwisiphaza.

Abongile Ginya