Umtshato ka-Anele Mdoda uza kudlala kuNetflix
Umtshato womsasazi owaziwayo uza kudlala kuNetflix.
Umtshato womsasazi owaziwayo uza kudlala kuNetflix.
Iseluvalelweni eKZN nekulindeleke ukuba inikezelwe emapoliseni inkosikazi ebandakanyeka kwityala lokubulawa kukaDj Warras.
Kufuniswa ngendoda yaseGqeberha eyagqityelwa iyokulungisa umbane eSalt Lake.
Umtshutshisi wombuso uxelele inkundla izizathu zokuba kutheni Uzuzole Goqwana noSinebhongo Qase kufuneka bangayinikwa ibheyile.
UNosiviwe Mapisa-Nqakula uye wagula ngethuba enika ubungqina bakhe enkundleni ngoLwesithathu.
Ukudlwengulwa nokubulawa kwexhegokazi eTsholomnqa kubangele umsindo eluntwini.
Bafuna kugxothwe uNobhala Jikelele weANC abo babeka ityala kuye.
Abalandeli bafuna ukwazi ngosana oluxhonywe nguJub Jub ku-Instagram wakhe.
UMnquma Local Munipality uzama indlela yokulungisa ichibe elaginya izigidi.
Igqala lomculo weKwaito, uKabelo Mabalane, lithi ubomi buyaphileka ngaphandle kweziyobisi.
Bafumana umdlalo omkhulu abantu baseGompo City.
UPupuma ukhuthaza abantu ukuba baxhase iChippa neMilford.
Amaqela amakhulu adibana etshatshalazeni.
Kukho abantu abafuna Uzuzole Goqwana akhululwe.
Kuphehlelelwe umqulu wezithembiso yiSACP ephondweni.
Oqhathe usapho ezenza ugqirha uhlabe wabulala indoda yakhe.
Ithe zava kwindawo yesihlanu iMilford FC.
Uyasonjululwa umba weebhonasi.
USandile Zungu uzithembile phambi komhla omkhulu.
Iphulo lamapolisa lokunciphisa ulwaphulomthetho libe yimpumelelo eMpuma Koloni.